Fumana elona xabiso lihle lokuqesha isithuthi






THELEKISA AMAXABISO OKUQESHA ISITHUTHI

Amaxabiso amahle okuqasha isithuthi - siyakuqinisekisa

Firefly Bidvest Tempest Thrifty Hertz First Europcar


Isiqinisekiso selona xabiso liphantsi

Uyifumana iphelele imali xa urhoxa uthatha isithuthi

Awubhatali xa usenza utshintsho

Uyakwazi ufumana imileage engenamkhawulo

Kukhuselekile ukubhukisha kwi-intanethi


Driving a rental car

Iingcaphephe ekuqeshiseni ngeezithuthi usukela ngo 2003


  • Ngapha kwe 60 000+ yezithuthi ezisezi bhukishiwe

  • Khangela msinya; Bidvest, Thrifty, Europcar, Tempest, Hertz, First no Cabs

  • Khetha uqalela kwizithuthi eziqhelekileyo nezifikelelekayo eMzantsi Afrika ukuya kwezintomfontomfo

  • Uqasho lwezithuthi ngelona xabiso liphantsi eMzantsi Afrika kunye ne mileage engenamkhawulo kunye ne excess ephantsi

  • Amasebe angaphezulu kwe 260 endawo zokuqasha izithuthi  eKapa, eRhawutini, eThekwini, eMonti, eJoji, eBhayi, nakwezinye iindawo