JustCarHire Inkqubo yobumbano


Imbali

JustCarHire yi-arhente enkulu yoqeshiso lwezithuthi eMzantsi Afrika kwaye saqala ngo 2003 ukunceda ngoluqashisiso.

Sisebenza kunye neenkampani eziphuma phambili eziqashisa ngeenqwelo-mafutha ukukuzisela ukhetho olukhulu lweezithuthi kuMzantsi Afrika uphela.

Inkonzo Yethu

Sinikezela ngenkonzo yokubhukisha ekhuselekileyo, sisebenzisa isoftware yethu ekwizinga eliphezulu ukufumana izithuthi ezikhoyo ngamaxabiso amahle. Sizingcali zoqashiso lwezithuthi eMzantsi Afrika kwaye sijolise ekwenzeni uqasho lubelula, ngokungqalileyo nangokucacileyo - kungekho ndleko ezifihliweyo.

Sebenzisana nathi

Siyakwamkela ukusebenzisana namashishini anqwenela ukubonelela ngoqeshisa ngezithuthi kubaxumi babo kwaye bavuzwe ngale nto.

Umanyano obulula

Sinikezela ngoluhlu lwamanyathelo asuka kwizisombululo zamaphawu ukuya kwii manyano ze injini zokubhukisha ukuya kwintsebenziswano elula yezibhengezo. Sinaso nasiphi na isisombululo esihlangabezana neemfuno zakho, noba ufuna ukusinikeza abathengi bakho okanye wongeze iqhosha kwi webhusayithi yakho.

Inzuzo ekwabelwana ngayo

Akukho zindleko zikhoyo ekusebenzisaneni kunye JustCarHire. Inkqubo yethu yobambiswano isekwe ekwabelaneni ngenzuzo, apho uzisa khona abathengi ze thina sikunike intlawulo yenzuzo.

Bhalisa / Buza

Nceda  qhagamshelana nathi ukubhalisa okanye ukubuza.