Isiqinisekiso selona xabiso lihle


Isiqinisekiso selona xabiso liphantsi

Enkosi ngokukhetha iJustCarHire-awuyi kuphoxeka. Sisebenza ngokuthe ngqo neenkampani eziphuma phambili ekuqeshiseni ngezithuthi eMzantsi Afrika, ukuzisa amaxabiso abhetele okuqesha isithuthi. Sisebenza rhoqo nabaniki-zithuthi bethu ukuze siqinisekise ukuba abathengi bethu bafumana amaxabiso amahle kwaye sibeka iliso kwezo rhwebo ukuqinisekisa ukuba amaxabiso ethu awabethwa.

Kwimeko engaqhelekanga enothi yenzeke yokuba ufumane ixabiso elincinci kwenye iwebhusayithi kwi intsuku eziyi-7 zokubhuka kwakho, siyakulibetha eloxabiso kwaye sikubuyisele umahluko.

Qhagamshelana nathi, nolwazi olupheleleyo noluchanekileyo. Omnye wabacebisi bethu bazokunceda.


Imimmiselo nemiqathango

Isiqinisekiso se JustCarHire sisebenza kwiingqesho zezithuthi ezihlawulwe phambi kokuba isithuthi sithathwe ngokufana nokubhukisha kwezinye iiarhente zezithuthi ezizimeleyo besebenzisa umthengisi ofanayo. Asisebenzi kubhukisho apho iinkampani zokhuphiswano zinikela ngobhukisho olu ngafumanekiyo msinyane. Isiqinisekiso sisebenza kwiintsuku eziyi-7 zokubhukisha. Asisebenzi kwizibonelelo nakwindleko zezongezo ezifana nabaqhubi abongeziweyo okanye izixhobo zeGPS.