Uqashiso lwezithuthi  Randburg

Ukubhukisha isithuthi e  Randburg  kuyakhawuleza kwaye kulula ngo Just Car Hire. Sinikeza ngamaxabiso amahle okuqashisa ngesithuthi e  Randburg,  oku kuxhaswa sisithembiso sethu sexabiso elihle. Khetha  Randburg  kumasebe amaninzi naba niki-zithuthi abakhoyo.

QAPHELA: le nkcukacha ivezwa ngezantsi ngeyakutsha nje esiyinikiweyo, kwaye oku kuzokuqinisekiswa kwi ngqinisekiso yokubhukisha kwakho



Bidvest  Ukuqasha isithuthi  Randburg

Idilesi yesebe:
126 All Rand Office Park, Bram Fischer Drive

Amaxesha esebe:
Mvulo - Lwesine:
08:00-17:00
Lwesihlanu:
08:00-17:00
Mgqibelo:
08:00-13:00
Cawa:
KUVALIWE
Iholide kazwe lonke:
KUVALIWE

Europcar  Ukuqasha isithuthi  Randburg

Idilesi yesebe:
22 Harley Street, Randburg

Amaxesha esebe:
Mvulo - Lwesine:
07:30-17:30
Lwesihlanu:
07:30-17:30
Mgqibelo:
KUVALIWE
Cawa:
KUVALIWE
Iholide kazwe lonke:
KUVALIWE

Tempest  Ukuqasha isithuthi  Randburg

Idilesi yesebe:
22 Harley Street, Ferndale, Randburg

Amaxesha esebe:
Mvulo - Lwesine:
08:00 - 17:00
Lwesihlanu:
08:00 - 17:00
Mgqibelo:
08:00 - 12:00
Cawa:
KUVALIWE
Iholide kazwe lonke:
KUVALIWE

First  Ukuqasha isithuthi  Randburg

Idilesi yesebe:
80 Hill Street (Corner West), Randburg, Johannesburg

Amaxesha esebe:
Mvulo - Lwesine:
07:30-19:00
Lwesihlanu:
07:30-19:00
Mgqibelo:
08:00-13:00
Cawa:
08:00-13:00
Iholide kazwe lonke:
KUVALIWE



Jonga amaxabiso nokubakho kwesithuthi

Fumana elona xabiso lihle lokuqesha isithuthi






THELEKISA AMAXABISO OKUQESHA ISITHUTHI

Amaxabiso amahle okuqasha isithuthi - siyakuqinisekisa






Driving a rental car

Ukuqasha isithuthi  Randburg  -  iingcaphephe usukela ngo 2003


  • Ngapha kwe 60 000+ yezithuthi ezisezi bhukishiwe

  • Khangela msinya; Bidvest, Thrifty, Europcar, Tempest, Hertz, First no Cabs

  • Amasebe angaphezulu kwe 260, akufuphi kunam

  • Khetha uqalela kwizithuthi eziqhelekileyo nezifikelelekayo e  Randburg  ukuya kwezintomfontomfo

  • Uqasho lwezithuthi ngelona xabiso liphantsi e  Randburg  ezine mileage engenamkhawulo kunye ne excess ephantsi