Ukuqasha i Ford Ranger eKapa, eRhawutini, eThekwini, ePitoli okanye kuMzantsi Afrika jikelele kulula neJust Car Hire. Sisebenza ngokusondeleleyo neenkampani ezinkulu eziqheshisa ngezithuthi ezinje ngo Hertz, Tempest, Bidvest, Thrifty, Europcar kunye noFirst Car Rental kwaye ukubhukisha i Ford Ranger kulula. i Ford Ranger ngesona sithuthi esithandwayo sokuqashwa kwaye uyakwazi ukukhetha uba ufumane imileage engenamkhawulo. Sinekeza ngawona maxabiso mahle oqasha i Ford Ranger kwaye ixhaswa sisiqinisekiso sethu.
The Ford Ranger is the perfect business man on the go, when your truck doubles as your office, a smart design makes all the difference. The Ford Ranger delivers a bold new front end, a redesigned interior, packed with innovative new features. With more power, greater torque and improved fuel-efficiency, the RANGER's upgraded four-cylinder 2.2L TDCi diesel engine pumps out the extra power you need to conquer any task.