Toyota Fortuner For Hire


Ukuqasha i  Toyota Fortuner  eKapa, eRhawutini, eThekwini, ePitoli okanye kuMzantsi Afrika jikelele kulula neJust Car Hire. Sisebenza ngokusondeleleyo neenkampani ezinkulu eziqheshisa ngezithuthi ezinje ngo Hertz, Tempest, Bidvest, Thrifty, Europcar kunye noFirst Car Rental kwaye ukubhukisha i  Toyota Fortuner  kulula. i  Toyota Fortuner  ngesona sithuthi esithandwayo sokuqashwa kwaye uyakwazi ukukhetha uba ufumane imileage engenamkhawulo. Sinekeza ngawona maxabiso mahle oqasha i  Toyota Fortuner  kwaye ixhaswa sisiqinisekiso sethu.


A blend of luxury and leading off-road capabilities, the Toyota Fortuner stands first amongst them all. With high-quality finishes you can see and feel, am elegant and impressive interior, extra storage and completely redesigned engine. This dynamic, fuel-friendly SUV still delivers on torque, power and looks. All models come with cruise control, perfect for trips out into the country, allowing you to sit back, admire the view and relax on longer stretches of road.


Jonga amaxabiso nokubakho kwesithuthi

Fumana elona xabiso lihle lokuqesha isithuthi






THELEKISA AMAXABISO OKUQESHA ISITHUTHI

Amaxabiso amahle okuqasha isithuthi - siyakuqinisekisa






Driving a rental car

Iingcaphephe ekuqeshiseni ngeezithuthi usukela ngo 2003


  • Ngapha kwe 60 000+ yezithuthi esezi bhukishiwe

  • Khangela msinya; Bidvest, Thrifty, Europcar, Tempest, Hertz, First no Cabs

  • Amasebe angaphezulu kwe 260, akufuphi kunam

  • Khetha ubhukisho olufikelelekayo lwe  Toyota Fortuner  kubaniki-zithuthi bonke

  • Ngexabiso eliphantsi lwe  Toyota Fortuner  unokhetha ukuba ne mileage engenamkhawulo