Chevrolet Aveo For Hire


Ukuqasha i  Chevrolet Aveo  eKapa, eRhawutini, eThekwini, ePitoli okanye kuMzantsi Afrika jikelele kulula neJust Car Hire. Sisebenza ngokusondeleleyo neenkampani ezinkulu eziqheshisa ngezithuthi ezinje ngo Hertz, Tempest, Bidvest, Thrifty, Europcar kunye noFirst Car Rental kwaye ukubhukisha i  Chevrolet Aveo  kulula. i  Chevrolet Aveo  ngesona sithuthi esithandwayo sokuqashwa kwaye uyakwazi ukukhetha uba ufumane imileage engenamkhawulo. Sinekeza ngawona maxabiso mahle oqasha i  Chevrolet Aveo  kwaye ixhaswa sisiqinisekiso sethu.


With the Aveo's eye-catching design and intuitive driving experience, it proves to be unlike any other car. This model doesn't just look good, it also offers advanced safety features by providing 2 standard air bags, StabiliTrak, rear park assist that works smoothly with the high-strength steel safety cage to provide you and your passengers with safety throughout your travels.


Jonga amaxabiso nokubakho kwesithuthi

Fumana elona xabiso lihle lokuqesha isithuthi






THELEKISA AMAXABISO OKUQESHA ISITHUTHI

Amaxabiso amahle okuqasha isithuthi - siyakuqinisekisa






Driving a rental car

Iingcaphephe ekuqeshiseni ngeezithuthi usukela ngo 2003


  • Ngapha kwe 60 000+ yezithuthi esezi bhukishiwe

  • Khangela msinya; Bidvest, Thrifty, Europcar, Tempest, Hertz, First no Cabs

  • Amasebe angaphezulu kwe 260, akufuphi kunam

  • Khetha ubhukisho olufikelelekayo lwe  Chevrolet Aveo  kubaniki-zithuthi bonke

  • Ngexabiso eliphantsi lwe  Chevrolet Aveo  unokhetha ukuba ne mileage engenamkhawulo