Uqashiso lwezithuthi  Hoedspruit

Ukubhukisha isithuthi e  Hoedspruit  kuyakhawuleza kwaye kulula ngo Just Car Hire. Sinikeza ngamaxabiso amahle okuqashisa ngesithuthi e  Hoedspruit,  oku kuxhaswa sisithembiso sethu sexabiso elihle. Khetha  Hoedspruit  kumasebe amaninzi naba niki-zithuthi abakhoyo.

QAPHELA: le nkcukacha ivezwa ngezantsi ngeyakutsha nje esiyinikiweyo, kwaye oku kuzokuqinisekiswa kwi ngqinisekiso yokubhukisha kwakho



Bidvest  Ukuqasha isithuthi  Hoedspruit

Idilesi yesebe:
Cnr Koedoe & Buffel Street, Sunset View Business Complex Unit I

Amaxesha esebe:
Mvulo - Lwesine:
08:00-17:00
Lwesihlanu:
08:00-17:00
Mgqibelo:
09:00-13:00
Cawa:
10:00-13:00
Iholide kazwe lonke:
KUVALIWE



Jonga amaxabiso nokubakho kwesithuthi

Fumana elona xabiso lihle lokuqesha isithuthi






THELEKISA AMAXABISO OKUQESHA ISITHUTHI

Amaxabiso amahle okuqasha isithuthi - siyakuqinisekisa






Driving a rental car

Ukuqasha isithuthi  Hoedspruit  -  iingcaphephe usukela ngo 2003


  • Ngapha kwe 60 000+ yezithuthi ezisezi bhukishiwe

  • Khangela msinya; Bidvest, Thrifty, Europcar, Tempest, Hertz, First no Cabs

  • Amasebe angaphezulu kwe 260, akufuphi kunam

  • Khetha uqalela kwizithuthi eziqhelekileyo nezifikelelekayo e  Hoedspruit  ukuya kwezintomfontomfo

  • Uqasho lwezithuthi ngelona xabiso liphantsi e  Hoedspruit  ezine mileage engenamkhawulo kunye ne excess ephantsi