Ukuqasha i VW Kombi eKapa, eRhawutini, eThekwini, ePitoli okanye kuMzantsi Afrika jikelele kulula neJust Car Hire. Sisebenza ngokusondeleleyo neenkampani ezinkulu eziqheshisa ngezithuthi ezinje ngo Hertz, Tempest, Bidvest, Thrifty, Europcar kunye noFirst Car Rental kwaye ukubhukisha i VW Kombi kulula. i VW Kombi ngesona sithuthi esithandwayo sokuqashwa kwaye uyakwazi ukukhetha uba ufumane imileage engenamkhawulo. Sinekeza ngawona maxabiso mahle oqasha i VW Kombi kwaye ixhaswa sisiqinisekiso sethu.
The versatile Volkswagen Kombi boasts loads of space which conveniently satisfies a wide variety of traveling and transport needs. The passenger compartment is the result of excellent workmanship and high quality materials. The Volkswagen Kombi is easily able to accommodate 8-passenger trips. A rear double-folding 3-seater bench seat can be used to expand the luggage space which can be conveniently accessed via the large tailgate opening.