VW Polo For Hire


Ukuqasha i  VW Polo  eKapa, eRhawutini, eThekwini, ePitoli okanye kuMzantsi Afrika jikelele kulula neJust Car Hire. Sisebenza ngokusondeleleyo neenkampani ezinkulu eziqheshisa ngezithuthi ezinje ngo Hertz, Tempest, Bidvest, Thrifty, Europcar kunye noFirst Car Rental kwaye ukubhukisha i  VW Polo  kulula. i  VW Polo  ngesona sithuthi esithandwayo sokuqashwa kwaye uyakwazi ukukhetha uba ufumane imileage engenamkhawulo. Sinekeza ngawona maxabiso mahle oqasha i  VW Polo  kwaye ixhaswa sisiqinisekiso sethu.


The VW Polo features Volkswagen's new generation engines with Start-Stop technology and regenerative braking along with improved power and torque output. The interior design provides a comfortable and pleasing drive. The split folding rear seats allow for the interior to be expanded if needed. The VW Polo includes a classic analogue display component and an incredible array of safety features.


Jonga amaxabiso nokubakho kwesithuthi

Fumana elona xabiso lihle lokuqesha isithuthi






THELEKISA AMAXABISO OKUQESHA ISITHUTHI

Amaxabiso amahle okuqasha isithuthi - siyakuqinisekisa






Driving a rental car

Iingcaphephe ekuqeshiseni ngeezithuthi usukela ngo 2003


  • Ngapha kwe 60 000+ yezithuthi esezi bhukishiwe

  • Khangela msinya; Bidvest, Thrifty, Europcar, Tempest, Hertz, First no Cabs

  • Amasebe angaphezulu kwe 260, akufuphi kunam

  • Khetha ubhukisho olufikelelekayo lwe  VW Polo  kubaniki-zithuthi bonke

  • Ngexabiso eliphantsi lwe  VW Polo  unokhetha ukuba ne mileage engenamkhawulo